-
Levitikus 25:15, 16IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Xa uthenga umhlaba komnye umntu, ufanele ubale iminyaka eye yadlula emva koNyaka Wenkululeko.* Yena ufanele alibeke ixabiso ngokweminyaka eshiyekileyo yokulima.+ 16 Ukuba kusashiyeke iminyaka emininzi, unokulinyusa ixabiso lawo, yaye ukuba kusele iminyaka embalwa, ufanele alihlise ixabiso lawo, kuba ukuthengisela izihlandlo oza kuvelisa ngazo izilimo.
-