Eksodus 18:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UMoses wathi: “Kungenxa yokuba abantu beza kum ukuze ndibabuzele kuThixo. 16 Xa benesimangalo, basizisa kum kwaye ndimele ndigwebe phakathi komntu nomnye, emva koko ndichaze izigqibo zikaThixo wokwenene nemithetho yakhe.”+ Eksodus 33:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 UYehova wathetha noMoses ubuso ngobuso,+ kanye ngendlela umntu athetha ngayo nomnye umntu. Xa uMoses ebuyela enkampini, uYoshuwa+ unyana kaNun owayesisicaka nonogada wakhe,+ wayengemki ententeni. Levitikus 24:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Lo nyana womfazi ongumSirayeli wathetha kakubi ngeGama,* walithuka.*+ Ngoko bamsa kuMoses.+ Kwathi kanti igama likamama wakhe nguShelomiti, intombi kaDibri wesizwe sakwaDan. 12 Bamvalela de sabacacela isigqibo sikaYehova ngento emayenziwe ngaye.+
15 UMoses wathi: “Kungenxa yokuba abantu beza kum ukuze ndibabuzele kuThixo. 16 Xa benesimangalo, basizisa kum kwaye ndimele ndigwebe phakathi komntu nomnye, emva koko ndichaze izigqibo zikaThixo wokwenene nemithetho yakhe.”+
11 UYehova wathetha noMoses ubuso ngobuso,+ kanye ngendlela umntu athetha ngayo nomnye umntu. Xa uMoses ebuyela enkampini, uYoshuwa+ unyana kaNun owayesisicaka nonogada wakhe,+ wayengemki ententeni.
11 Lo nyana womfazi ongumSirayeli wathetha kakubi ngeGama,* walithuka.*+ Ngoko bamsa kuMoses.+ Kwathi kanti igama likamama wakhe nguShelomiti, intombi kaDibri wesizwe sakwaDan. 12 Bamvalela de sabacacela isigqibo sikaYehova ngento emayenziwe ngaye.+