Eksodus 21:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ukuba umntu ucatshukiswa ngomnye umntu, ade ambulale ngabom,+ loo mntu umele abulawe nokuba kungade kufuneke uyokumthatha esibingelelweni sam.+ Duteronomi 19:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “Kodwa ukuba umntu uyamcaphukela omnye,+ aze amlalele, amenzakalise ade afe, akugqiba abalekele kwesinye sezi zixeko, 12 abadala besixeko sakhe bamele bambize baze bamnikele kumphindezeli wegazi, yaye umele afe.+
14 Ukuba umntu ucatshukiswa ngomnye umntu, ade ambulale ngabom,+ loo mntu umele abulawe nokuba kungade kufuneke uyokumthatha esibingelelweni sam.+
11 “Kodwa ukuba umntu uyamcaphukela omnye,+ aze amlalele, amenzakalise ade afe, akugqiba abalekele kwesinye sezi zixeko, 12 abadala besixeko sakhe bamele bambize baze bamnikele kumphindezeli wegazi, yaye umele afe.+