Yeremiya 17:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Mna, Yehova, ndigocagoca intliziyo,+Ndihlolisisa ezona ngcinga zinzulu,*Ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,Ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+ Hebhere 13:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Wonke umntu makawuhloniphe umtshato, yaye mawungangcoliswa,+ kuba uThixo uza kubagweba abaziphethe kakubi ngesondo* nabakrexezayo.+
10 Mna, Yehova, ndigocagoca intliziyo,+Ndihlolisisa ezona ngcinga zinzulu,*Ukuze ndinike ngamnye ngokweendlela zakhe,Ngokwesiqhamo sezenzo zakhe.+
4 Wonke umntu makawuhloniphe umtshato, yaye mawungangcoliswa,+ kuba uThixo uza kubagweba abaziphethe kakubi ngesondo* nabakrexezayo.+