Levitikus 24:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “‘Masibe sinye isigwebo senu, enoba ngumntu wasemzini okanye yinzalelwane,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.’” Duteronomi 31:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Qokelelani abantu,+ amadoda, abafazi, abantwana nabantu basemzini abahlala ezixekweni zenu, ukuze bamamele, bafunde ngoYehova uThixo wenu baze bamoyike, baqiniseke ukuba bayawathobela onke amazwi alo Mthetho.
22 “‘Masibe sinye isigwebo senu, enoba ngumntu wasemzini okanye yinzalelwane,+ kuba ndinguYehova uThixo wenu.’”
12 Qokelelani abantu,+ amadoda, abafazi, abantwana nabantu basemzini abahlala ezixekweni zenu, ukuze bamamele, bafunde ngoYehova uThixo wenu baze bamoyike, baqiniseke ukuba bayawathobela onke amazwi alo Mthetho.