Eksodus 12:37, 38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+ 38 Bahamba nelinye iqela elikhulu elixubeneyo labantu,*+ imihlambi yeegusha, yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu. Levitikus 24:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Phakathi kwamaSirayeli kwakukho unyana womfazi ongumSirayeli nendoda engumYiputa,+ waza lo nyana walwa nendoda engumSirayeli enkampini.
37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+ 38 Bahamba nelinye iqela elikhulu elixubeneyo labantu,*+ imihlambi yeegusha, yeenkomo, imfuyo eninzi kakhulu.
10 Phakathi kwamaSirayeli kwakukho unyana womfazi ongumSirayeli nendoda engumYiputa,+ waza lo nyana walwa nendoda engumSirayeli enkampini.