23 UMoses wathi kubo: “Benze kanye le nto uYehova ebeyithethile. Ngomso kumele kuphumlwe, kuba iza kuba yisabatha engcwele kaYehova.+ Bhakani loo nto nimele niyibhake nize nibilise loo nto nimele niyibilise.+ Emva koko yonke into eshiyekileyo yigcineni kude kuse.”