8 UMoses waphinda wathi: “Xa uYehova eninika inyama ukuba niyitye ngokuhlwa, aze kusasa aninike isonka ukuba nisitye nihluthe, niza kuzibonela ukuba uYehova uzivile izikhalazo zenu. Besingoobani ke thina? Anikhalazeli thina, kodwa nikhalazela uYehova.”+