Eksodus 12:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+ Eksodus 38:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ihafu yeshekele eyakhutshwa ngumntu ngamnye yayiyihafu eyakhutshwa ngokomlinganiselo weshekele yendawo engcwele.* Yakhutshwa ngabo bonke ababhaliswayo ukususela koneminyaka eyi-20 ukonyuka.+ Yaba ngamadoda ayi-603 550 xa ephelele.+ Numeri 1:45, 46 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Onke amaSirayeli aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu nawayenokungena emkhosini wakwaSirayeli, abhaliswa ngezindlu zootata bawo, 46 yaye xa ewonke amaSirayeli awabhaliswayo ayeyi-603 550.+
37 Emva koko amaSirayeli emka eRameses+ aya eSukoti,+ amadoda ayi-600 000 ahamba ngeenyawo,* xa bengabalwa abantwana.+
26 Ihafu yeshekele eyakhutshwa ngumntu ngamnye yayiyihafu eyakhutshwa ngokomlinganiselo weshekele yendawo engcwele.* Yakhutshwa ngabo bonke ababhaliswayo ukususela koneminyaka eyi-20 ukonyuka.+ Yaba ngamadoda ayi-603 550 xa ephelele.+
45 Onke amaSirayeli aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu nawayenokungena emkhosini wakwaSirayeli, abhaliswa ngezindlu zootata bawo, 46 yaye xa ewonke amaSirayeli awabhaliswayo ayeyi-603 550.+