Numeri 34:2, 3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 “Yithi kumaSirayeli: ‘Ngoku ningena kwilizwe lakwaKanan.+ Lo mhlaba kunye nemida yawo uza kuba lilifa lenu.+ 3 “‘Umda wenu osemazantsi uza kusuka entlango yaseTsin ecaleni kwe-Edom, uyokutsho apho luqala khona uLwandle LweTyiwa.*+ Yoshuwa 15:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Umhlaba owanikwa+ isizwe sakwaYuda ngokweentsapho zaso wawuhamba uyokutsho kumda wakwaEdom,+ kwintlango yaseTsin, kumzantsi weNegebhi.
2 “Yithi kumaSirayeli: ‘Ngoku ningena kwilizwe lakwaKanan.+ Lo mhlaba kunye nemida yawo uza kuba lilifa lenu.+ 3 “‘Umda wenu osemazantsi uza kusuka entlango yaseTsin ecaleni kwe-Edom, uyokutsho apho luqala khona uLwandle LweTyiwa.*+
15 Umhlaba owanikwa+ isizwe sakwaYuda ngokweentsapho zaso wawuhamba uyokutsho kumda wakwaEdom,+ kwintlango yaseTsin, kumzantsi weNegebhi.