Duteronomi 9:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Xa uYehova wathi hambani eKadeshe-bharneya+ waza wathi, ‘Nyukani nilithathe ilizwe endiqinisekileyo ukuba ndiza kuninika lona!’ nawulwa loo myalelo kaYehova uThixo wenu,+ yaye zange nibe nokholo,+ zange nimthobele. Hebhere 3:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngoko siyabona ukuba abazange bangene kuba babengenalukholo.+
23 Xa uYehova wathi hambani eKadeshe-bharneya+ waza wathi, ‘Nyukani nilithathe ilizwe endiqinisekileyo ukuba ndiza kuninika lona!’ nawulwa loo myalelo kaYehova uThixo wenu,+ yaye zange nibe nokholo,+ zange nimthobele.