Eksodus 34:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko wathi: “Ukuba ke uyandithanda Yehova, ndiyakucela Yehova uhambe nathi,+ ube phakathi kwethu, nokuba sisisizwana esinenkani.*+ Sixolele isiphoso nesono sethu,+ uze usithathele kuwe, sibe ngabakho.” Numeri 8:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 AbaLevi ndiza kubanika uAron noonyana bakhe ndibathatha kumaSirayeli, ukuze bamele amaSirayeli kumsebenzi wasententeni yokuhlangana,+ nokuze bahlawulele amaSirayeli, ukuze amaSirayeli angafikelwa sisibetho+ ngenxa yokusondela endaweni engcwele.”
9 Emva koko wathi: “Ukuba ke uyandithanda Yehova, ndiyakucela Yehova uhambe nathi,+ ube phakathi kwethu, nokuba sisisizwana esinenkani.*+ Sixolele isiphoso nesono sethu,+ uze usithathele kuwe, sibe ngabakho.”
19 AbaLevi ndiza kubanika uAron noonyana bakhe ndibathatha kumaSirayeli, ukuze bamele amaSirayeli kumsebenzi wasententeni yokuhlangana,+ nokuze bahlawulele amaSirayeli, ukuze amaSirayeli angafikelwa sisibetho+ ngenxa yokusondela endaweni engcwele.”