Duteronomi 9:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Khumbulani, ningaze niyilibale indlela enamcaphukisa ngayo entlango uYehova uThixo wenu.+ Ukususela ngemini enaphuma ngayo eYiputa nade nazokufika apha, beningamthobeli uYehova.+ Duteronomi 31:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Kuba ndikwazi kakuhle ukungathobeli+ nokuba nenkani kwenu.*+ Ukuba niye anamthobela uYehova uThixo wenu ngoxa bendisaphila kunye nani, kuza kubeka phi xa sele ndifile!
7 “Khumbulani, ningaze niyilibale indlela enamcaphukisa ngayo entlango uYehova uThixo wenu.+ Ukususela ngemini enaphuma ngayo eYiputa nade nazokufika apha, beningamthobeli uYehova.+
27 Kuba ndikwazi kakuhle ukungathobeli+ nokuba nenkani kwenu.*+ Ukuba niye anamthobela uYehova uThixo wenu ngoxa bendisaphila kunye nani, kuza kubeka phi xa sele ndifile!