Genesis 36:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoko uEsawu wahlala kummandla weentaba wakwaSehire.+ UEsawu lo nguEdom.+ Duteronomi 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Uze ubayalele abantu uthi: “Niza kugqitha ngakumda wabantakwenu, inzala kaEsawu,+ abahlala eSehire,+ yaye baza kunoyika,+ ibe nani nimele nilumke. Duteronomi 23:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Uze ungamcaphukeli umEdom, kuba ungumntakwenu.+ “Uze ungamcaphukeli umYiputa, kuba wawungumntu wasemzini elizweni lakhe.+
4 Uze ubayalele abantu uthi: “Niza kugqitha ngakumda wabantakwenu, inzala kaEsawu,+ abahlala eSehire,+ yaye baza kunoyika,+ ibe nani nimele nilumke.
7 “Uze ungamcaphukeli umEdom, kuba ungumntakwenu.+ “Uze ungamcaphukeli umYiputa, kuba wawungumntu wasemzini elizweni lakhe.+