Eksodus 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva kwexesha elide,* wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa amaSirayeli aqhubeka encwina ngenxa yokukhotyokiswa kwawo, yaye ekhala ebuhlungu. UThixo wokwenene wakuva ukukhalela kwawo uncedo ngenxa yokukhotyokiswa kwawo.+ Eksodus 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UYehova wathi: “Ndiyibonile intlungu yabantu bam abaseYiputa, kwaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babanyanzela ngomsebenzi, ndiyiqonda kakuhle intlungu yabo.+
23 Emva kwexesha elide,* wafa ukumkani waseYiputa,+ kodwa amaSirayeli aqhubeka encwina ngenxa yokukhotyokiswa kwawo, yaye ekhala ebuhlungu. UThixo wokwenene wakuva ukukhalela kwawo uncedo ngenxa yokukhotyokiswa kwawo.+
7 UYehova wathi: “Ndiyibonile intlungu yabantu bam abaseYiputa, kwaye ndisivile isikhalo sabo ngenxa yabo babanyanzela ngomsebenzi, ndiyiqonda kakuhle intlungu yabo.+