Numeri 23:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UBhileham wamphendula uBhalaki wathi: “Bendingatshongo na kuwe ukuba, ‘Ndiza kwenza into ethethwa nguYehova’?”+ Numeri 24:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na efunwa ndim* angayiyalelanga uYehova, nokuba incinci okanye inkulu. Ndiza kuthetha into endiyixelelwe nguYehova kuphela’?+
26 UBhileham wamphendula uBhalaki wathi: “Bendingatshongo na kuwe ukuba, ‘Ndiza kwenza into ethethwa nguYehova’?”+
13 ‘Nokuba uBhalaki angandinika indlu yakhe igcwele yisilivere negolide, andizukukwazi ukwenza nantoni na efunwa ndim* angayiyalelanga uYehova, nokuba incinci okanye inkulu. Ndiza kuthetha into endiyixelelwe nguYehova kuphela’?+