Numeri 22:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Ekuseni uBhalaki wasa uBhileham eBhamoti-bhahali, ukuze awabone onke amaSirayeli.+ Numeri 23:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Emva koko wathi uBhileham kuBhalaki: “Yakha izibingelelo ezisixhenxe kule ndawo,+ uze undilungisele iinkunzi zeenkomo ezisixhenxe neenkunzi zeegusha ezisixhenxe.” Numeri 23:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko wamsa kumhlaba kaZofim, phezu kwePisga,+ waza wakha izibingelelo ezisixhenxe, wabingelela ngenkunzi yenkomo nangenkunzi yegusha kwisibingelelo ngasinye.+
23 Emva koko wathi uBhileham kuBhalaki: “Yakha izibingelelo ezisixhenxe kule ndawo,+ uze undilungisele iinkunzi zeenkomo ezisixhenxe neenkunzi zeegusha ezisixhenxe.”
14 Ngoko wamsa kumhlaba kaZofim, phezu kwePisga,+ waza wakha izibingelelo ezisixhenxe, wabingelela ngenkunzi yenkomo nangenkunzi yegusha kwisibingelelo ngasinye.+