Numeri 25:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UYehova wathi kuMoses: “Thatha zonke iinkokheli* zabantu, zibulawe zize zixhonywe phambi koYehova ilanga lihlab’ umhlaba, ukuze uphele umsindo uYehova anawo kuSirayeli.” Duteronomi 4:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 “Nizibonele ngamehlo enu oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore; uYehova uThixo wenu watshabalalisa wonke umntu oyindoda kuni owalandela uBhahali wasePehore.+ 1 Korinte 10:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Masingaziphathi kakubi ngesondo,* njengokuba abanye babo benzayo, kwaza kwafa abantu abayi-23 000 ngemini enye.+
4 UYehova wathi kuMoses: “Thatha zonke iinkokheli* zabantu, zibulawe zize zixhonywe phambi koYehova ilanga lihlab’ umhlaba, ukuze uphele umsindo uYehova anawo kuSirayeli.”
3 “Nizibonele ngamehlo enu oko uYehova wakwenzayo kuBhahali wasePehore; uYehova uThixo wenu watshabalalisa wonke umntu oyindoda kuni owalandela uBhahali wasePehore.+
8 Masingaziphathi kakubi ngesondo,* njengokuba abanye babo benzayo, kwaza kwafa abantu abayi-23 000 ngemini enye.+