Genesis 30:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Wathi: “UThixo uye wandibonelela, ewe mna lo, ngesipho esilungileyo. Ekugqibeleni umyeni wam uza kundinyamezela,+ kuba ndimzalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.*+ Genesis 46:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Oonyana bakaZebhulon+ yayinguSerede, uElon noYaleli.+
20 Wathi: “UThixo uye wandibonelela, ewe mna lo, ngesipho esilungileyo. Ekugqibeleni umyeni wam uza kundinyamezela,+ kuba ndimzalele oonyana abathandathu.”+ Ngoko wamthiya igama elinguZebhulon.*+