Duteronomi 11:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “Jongani, namhlanje ndibeka phambi kwenu intsikelelo nesiqalekiso:+ Duteronomi 27:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “‘Uqalekisiwe umntu ongabambeleliyo kumazwi alo Mthetho ngokuthi awathobele.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’) Duteronomi 28:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Zonke ezi ntsikelelo ziza kunifikela, zibe ninzi,+ ukuba niqhubeka nilimamela ilizwi likaYehova uThixo wenu: Duteronomi 28:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+
26 “‘Uqalekisiwe umntu ongabambeleliyo kumazwi alo Mthetho ngokuthi awathobele.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’)
2 Zonke ezi ntsikelelo ziza kunifikela, zibe ninzi,+ ukuba niqhubeka nilimamela ilizwi likaYehova uThixo wenu:
15 “Ukuba anilimameli ilizwi likaYehova uThixo wenu, ningayithobeli yonke imithetho nemimiselo endiniyalela yona namhlanje, zonke ezi ziqalekiso ziza kunifikela:+