Duteronomi 4:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “Hlala nje wena uzilumkele yaye uzigade, ukuze ungazilibali izinto oye wazibona ngamehlo akho ukuze zingemki entliziyweni yakho ubomi bakho bonke. Uze uzixelele noonyana bakho nabazukulwana bakho.+ Duteronomi 11:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Nize niwafundise abantwana benu, nithethe ngawo xa nihleli ezindlini zenu, xa nihamba endleleni, xa nilala naxa nivuka.+
9 “Hlala nje wena uzilumkele yaye uzigade, ukuze ungazilibali izinto oye wazibona ngamehlo akho ukuze zingemki entliziyweni yakho ubomi bakho bonke. Uze uzixelele noonyana bakho nabazukulwana bakho.+
19 Nize niwafundise abantwana benu, nithethe ngawo xa nihleli ezindlini zenu, xa nihamba endleleni, xa nilala naxa nivuka.+