Yoshuwa 1:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oza kwenza esi sizwana sifumane umhlaba endafunga kookhokho baso ukuba ndiza kubanika.+ Yoshuwa 1:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngaba andikuyalelanga? Yiba nesibindi uze womelele. Sukothuka okanye woyike, kuba uYehova uThixo wakho unawe, naphi na apho uya khona.”+
6 Yiba nesibindi, womelele,+ kuba nguwe oza kwenza esi sizwana sifumane umhlaba endafunga kookhokho baso ukuba ndiza kubanika.+
9 Ngaba andikuyalelanga? Yiba nesibindi uze womelele. Sukothuka okanye woyike, kuba uYehova uThixo wakho unawe, naphi na apho uya khona.”+