ABagwebi 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Nanini na uYehova ewanika umgwebi,+ uYehova wayemxhasa loo mgwebi, aze awasindise kwiintshaba zawo yonke imihla yaloo mgwebi; kuba uYehova wayesiba nosizi*+ ngokugcuma kwawo xa ecinezelwa+ yaye exhatshazwa. INdumiso 90:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Buya Yehova!+ Kuza kude kube nini na?+ Khawubasizele abakhonzi bakho.+ INdumiso 106:45 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 45 Wayesikhumbula isivumelwano sakhe ukuze kulungelwe bona,Aze abe nosizi,* ngenxa yokuphuphuma kothando lwakhe olungagungqiyo.+ INdumiso 135:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba uYehova uza kubakhusela* abantu bakhe,+Ibe uza kubavela abakhonzi* bakhe.+
18 Nanini na uYehova ewanika umgwebi,+ uYehova wayemxhasa loo mgwebi, aze awasindise kwiintshaba zawo yonke imihla yaloo mgwebi; kuba uYehova wayesiba nosizi*+ ngokugcuma kwawo xa ecinezelwa+ yaye exhatshazwa.
45 Wayesikhumbula isivumelwano sakhe ukuze kulungelwe bona,Aze abe nosizi,* ngenxa yokuphuphuma kothando lwakhe olungagungqiyo.+