Duteronomi 31:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Emva koko uMoses wathetha la mazwi kuwo onke amaSirayeli, 2 wathi: “Namhlanje ndineminyaka eyi-120.+ Andizukukwazi ukuqhubeka ndinikhokela kuba uYehova uthe kum, ‘Awuzukuyiwela iYordan.’+ IZenzo 7:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 “Xa wayeneminyaka eyi-40 wacinga ukundwendwela* abantakwabo, oonyana bakaSirayeli.+ IZenzo 7:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 “Emva kweminyaka eyi-40 kwafika ingelosi kuye kwintlango yeNtaba YeSinayi, ikwityholo elinameva elivuthayo.+ IZenzo 7:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Le ndoda yabakhokela yabakhupha,+ isenza imimangaliso nemiqondiso eYiputa,+ kuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka eyi-40.+
31 Emva koko uMoses wathetha la mazwi kuwo onke amaSirayeli, 2 wathi: “Namhlanje ndineminyaka eyi-120.+ Andizukukwazi ukuqhubeka ndinikhokela kuba uYehova uthe kum, ‘Awuzukuyiwela iYordan.’+
30 “Emva kweminyaka eyi-40 kwafika ingelosi kuye kwintlango yeNtaba YeSinayi, ikwityholo elinameva elivuthayo.+
36 Le ndoda yabakhokela yabakhupha,+ isenza imimangaliso nemiqondiso eYiputa,+ kuLwandle Olubomvu+ nasentlango kangangeminyaka eyi-40.+