2 Kronike 20:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+
6 wathi: “Owu Yehova Thixo wookhokho bethu, awungoThixo na emazulwini,+ yaye ayinguwe na olawula zonke izizwe* zeentlanga?+ Esandleni sakho kukho amandla nokomelela, yaye akakho umntu onokumelana nawe.+