Numeri 13:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kodwa ke, abantu abahlala kulo bomelele kakhulu, nezixeko zabo zikhuseleke ngeyona ndlela; futhi sibone nama-Anaki phaya.+ Numeri 13:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Sibone nezigebenga,* oonyana baka-Anaki,+ inzala yeeNefili yaye xa sithelekisa, thina sifana neentethe kuzo.”
28 Kodwa ke, abantu abahlala kulo bomelele kakhulu, nezixeko zabo zikhuseleke ngeyona ndlela; futhi sibone nama-Anaki phaya.+
33 Sibone nezigebenga,* oonyana baka-Anaki,+ inzala yeeNefili yaye xa sithelekisa, thina sifana neentethe kuzo.”