1 Kronike 29:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Owu Yehova, bobakho ubukhulu,+ amandla,+ ubuhle, ukubalasela nobungangamsha,*+ kuba yonke into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Yehova, bobakho ubukumkani.+ Wena uyaziphakamisa njengentloko yezinto zonke. INdumiso 24:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 NgokaYehova umhlaba nazo zonke izinto ezikuwo,+Ilizwe nabo bahlala kulo. INdumiso 115:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Amazulu ngakaYehova,+Kodwa umhlaba uwunike oonyana babantu.+
11 Owu Yehova, bobakho ubukhulu,+ amandla,+ ubuhle, ukubalasela nobungangamsha,*+ kuba yonke into esemazulwini nesemhlabeni yeyakho.+ Yehova, bobakho ubukumkani.+ Wena uyaziphakamisa njengentloko yezinto zonke.