Duteronomi 5:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Emva koko nathi, ‘UYehova uThixo wethu usibonisile uzuko nobukhulu bakhe, yaye silivile ilizwi lakhe liphuma emlilweni.+ Namhlanje sibonile ukuba uThixo angathetha nomntu aze aqhubeke ephila.+ Duteronomi 9:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ndaqalisa ukumcenga uYehova ndathi, ‘Yhini Yehova Nkosi enguMongami, sukubatshabalalisa abantu bakho. Bangabantu bakho abakhethekileyo+ owabakhulula ngobukhulu bakho, waza wabakhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+
24 Emva koko nathi, ‘UYehova uThixo wethu usibonisile uzuko nobukhulu bakhe, yaye silivile ilizwi lakhe liphuma emlilweni.+ Namhlanje sibonile ukuba uThixo angathetha nomntu aze aqhubeke ephila.+
26 Ndaqalisa ukumcenga uYehova ndathi, ‘Yhini Yehova Nkosi enguMongami, sukubatshabalalisa abantu bakho. Bangabantu bakho abakhethekileyo+ owabakhulula ngobukhulu bakho, waza wabakhupha eYiputa ngesandla esomeleleyo.+