Duteronomi 8:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “Ukuba nikhe nje namlibala uYehova uThixo wenu, nalandela abanye oothixo, nabakhonza naza naqubuda kubo, ndiyanilumkisa namhlanje ukuba niza kutshabalala nakanjani na.+
19 “Ukuba nikhe nje namlibala uYehova uThixo wenu, nalandela abanye oothixo, nabakhonza naza naqubuda kubo, ndiyanilumkisa namhlanje ukuba niza kutshabalala nakanjani na.+