Levitikus 18:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ningaziphathi ngendlela abaziphatha ngayo abantu belizwe laseYiputa, enanihlala kulo, yaye ningenzi izinto abazenzayo abantu belizwe lakwaKanan, endinizisa kulo.+ Ningaphili ngemithetho yabo. Duteronomi 12:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Nize ningayenzi loo nto kuYehova uThixo wenu, kuba ezo ntlanga zenzela oothixo bazo zonke izinto uYehova azonyanyayo. Zide zitshise oonyana neentombi zazo emlilweni, zisenzela oothixo bazo.+
3 Ningaziphathi ngendlela abaziphatha ngayo abantu belizwe laseYiputa, enanihlala kulo, yaye ningenzi izinto abazenzayo abantu belizwe lakwaKanan, endinizisa kulo.+ Ningaphili ngemithetho yabo.
31 Nize ningayenzi loo nto kuYehova uThixo wenu, kuba ezo ntlanga zenzela oothixo bazo zonke izinto uYehova azonyanyayo. Zide zitshise oonyana neentombi zazo emlilweni, zisenzela oothixo bazo.+