Duteronomi 17:4, 5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Xa niyixelelwa loo nto nifanele niyiphande ngokucokisekileyo. Ukuba nyhani yenzekile+ loo nto yenyanyekayo kwaSirayeli, 5 loo ndoda okanye umfazi owenze loo nto imbi umele asiwe kwigeyithi yesixeko, abethwe ngamatye de afe.+ 2 Kronike 28:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kuba uPeka+ unyana kaRemaliya wabulala kwaYuda amadoda angamakroti ayi-120 000 ngemini enye, kuba aye amshiya uYehova uThixo wookhokho bawo.+
4 Xa niyixelelwa loo nto nifanele niyiphande ngokucokisekileyo. Ukuba nyhani yenzekile+ loo nto yenyanyekayo kwaSirayeli, 5 loo ndoda okanye umfazi owenze loo nto imbi umele asiwe kwigeyithi yesixeko, abethwe ngamatye de afe.+
6 Kuba uPeka+ unyana kaRemaliya wabulala kwaYuda amadoda angamakroti ayi-120 000 ngemini enye, kuba aye amshiya uYehova uThixo wookhokho bawo.+