Duteronomi 1:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+
17 Ityala lomntu ophantsi limameleni+ ngokulinganayo nelomntu obalulekileyo.+ Sanukuboyika abantu+ kuba nguThixo ogwebayo;+ yaye ukuba ityala liyanohlula, liziseni kum, ndilive.’+