3 Ndim lo! Ndimangaleleni kuYehova nakothanjisiweyo wakhe:+ Ndithathe inkunzi yenkomo nedonki kabani na?+ Okanye, ndiqhathe bani futhi ndicinizele bani na? Ndamkele isinyobo esisuka kubani na ukuze andivale umlomo?+ Ukuba ndizenzile ezi zinto, ndiza kunibuyekeza.”+