Mateyu 5:48 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 48 Ngoko ke, nimele nigqibelele,* kuba noTata wenu osemazulwini ugqibelele.+ 2 Petros 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko ke, bazalwana endibathandayo, ekubeni nilindele ezi zinto, zamani kangangoko ukuba ekugqibeleni anifumane ningenamabala amdaka yaye niseluxolweni.+
14 Ngoko ke, bazalwana endibathandayo, ekubeni nilindele ezi zinto, zamani kangangoko ukuba ekugqibeleni anifumane ningenamabala amdaka yaye niseluxolweni.+