ABagwebi 11:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Wathi akuyibona, wazikrazula iimpahla zakhe wathi: “Awu, ntombi yam! Uyaphule intliziyo yam,* kuba ndinikele ngawe. Kaloku ndimthembisile uYehova, ibe andinakubuya mva.”+ 1 Samuweli 14:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kodwa amadoda akwaSirayeli ayetyhafile ngaloo mini, kuba uSawule wayebafungisile abantu, esithi: “Uqalekisiwe umntu otya nantoni na* ngaphambi kokuba kuhlwe nangaphambi kokuba ndiziphindezelele ezintshabeni zam!” Ngoko akuzange kubekho mntu utyayo ngaloo mini.+ Mateyu 5:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 “Niyazi futhi ukuba kwathiwa kudala: ‘Uze ungafungi* wakugqiba ungenzi,+ kodwa umele uzenze izinto ozithembise uYehova.’*+
35 Wathi akuyibona, wazikrazula iimpahla zakhe wathi: “Awu, ntombi yam! Uyaphule intliziyo yam,* kuba ndinikele ngawe. Kaloku ndimthembisile uYehova, ibe andinakubuya mva.”+
24 Kodwa amadoda akwaSirayeli ayetyhafile ngaloo mini, kuba uSawule wayebafungisile abantu, esithi: “Uqalekisiwe umntu otya nantoni na* ngaphambi kokuba kuhlwe nangaphambi kokuba ndiziphindezelele ezintshabeni zam!” Ngoko akuzange kubekho mntu utyayo ngaloo mini.+
33 “Niyazi futhi ukuba kwathiwa kudala: ‘Uze ungafungi* wakugqiba ungenzi,+ kodwa umele uzenze izinto ozithembise uYehova.’*+