13 Emva koko uza kuthi phambi koYehova uThixo wakho, ‘Ndisikhuphe sonke isahlulo esingcwele endlini yam, ndaza ndasinika umLevi, umntu wasemzini, umntwana ongenatata nomhlolokazi,+ kanye njengokuba ubundiyalele. Khange ndingayithobeli okanye ndingayikhathaleli imiyalelo yakho.