IMizekeliso 12:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ilungisa liziphatha kakuhle izilwanyana zalo zasekhaya,+Kodwa bona abenzi-bubi, nkqu nenceba yabo inenkohlakalo. 1 Korinte 9:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba kubhaliwe eMthethweni kaMoses kwathiwa: “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula.”+ Ngaba ke eyona nto uThixo ayikhathaleleyo ziinkunzi zeenkomo? 1 Timoti 5:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kuba isibhalo sithi, “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula,”+ siphinde sithi, “Umntu osebenzayo umele awunikwe umvuzo wakhe.”+
10 Ilungisa liziphatha kakuhle izilwanyana zalo zasekhaya,+Kodwa bona abenzi-bubi, nkqu nenceba yabo inenkohlakalo.
9 Kuba kubhaliwe eMthethweni kaMoses kwathiwa: “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula.”+ Ngaba ke eyona nto uThixo ayikhathaleleyo ziinkunzi zeenkomo?
18 Kuba isibhalo sithi, “Uze ungayivali umlomo ngesicheme inkunzi yenkomo xa ibhula,”+ siphinde sithi, “Umntu osebenzayo umele awunikwe umvuzo wakhe.”+