Duteronomi 7:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Nimele niyitshise imifanekiso yoothixo bazo.+ Nize ningayibaweli isilivere negolide ekuyo okanye niyithathe,+ ukuze inganirhintyeli kuba uYehova uThixo wenu uyayenyanya.+ Duteronomi 29:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Yaye nanidla ngokuzibona izinto zazo ezilizothe nezithixo*+ zazo ezenyanyekayo, ezenziwe ngomthi nangelitye, ngesilivere nangegolide.)
25 Nimele niyitshise imifanekiso yoothixo bazo.+ Nize ningayibaweli isilivere negolide ekuyo okanye niyithathe,+ ukuze inganirhintyeli kuba uYehova uThixo wenu uyayenyanya.+
17 Yaye nanidla ngokuzibona izinto zazo ezilizothe nezithixo*+ zazo ezenyanyekayo, ezenziwe ngomthi nangelitye, ngesilivere nangegolide.)