2 Kumkani 24:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Wayithimba yonke iYerusalem, zonke iinkosana,+ onke amakroti, onke amadoda angamachule nabakhandi besinyithi;*+ wathimba abantu abayi-10 000. Washiya abona bantu bangamahlwempu kuphela kwelo lizwe.+ Yeremiya 52:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UNebhuzaradan umphathi woonogada wabathimba abanye bamahlwempu nabo bonke abanye abantu ababeshiyekile esixekweni. Wathimba nabo babebalekele kukumkani waseBhabhiloni nabanye abasebenzi abanobuchule.+ Yeremiya 52:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Ngonyaka we-23 kaNebhukadenetsare,* uNebhuzaradan umphathi woonogada wathimba amaYuda ayi-745.*+ Yaba ngabantu abayi-4 600 xa bebonke abasiwa* ekuthinjweni.
14 Wayithimba yonke iYerusalem, zonke iinkosana,+ onke amakroti, onke amadoda angamachule nabakhandi besinyithi;*+ wathimba abantu abayi-10 000. Washiya abona bantu bangamahlwempu kuphela kwelo lizwe.+
15 UNebhuzaradan umphathi woonogada wabathimba abanye bamahlwempu nabo bonke abanye abantu ababeshiyekile esixekweni. Wathimba nabo babebalekele kukumkani waseBhabhiloni nabanye abasebenzi abanobuchule.+
30 Ngonyaka we-23 kaNebhukadenetsare,* uNebhuzaradan umphathi woonogada wathimba amaYuda ayi-745.*+ Yaba ngabantu abayi-4 600 xa bebonke abasiwa* ekuthinjweni.