Numeri 32:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Ngoko uMoses wanika oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen+ nehafu yesizwe sakwaManase+ unyana kaYosefu, umhlaba kaSihon+ ukumkani wama-Amori nomhlaba kaOgi+ ukumkani waseBhashan. Wabanika elo lizwe nezixeko zalo, nezixeko ezilijikelezileyo. INdumiso 135:10-12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Waxabela iintlanga ezininzi,+Wabulala nookumkani abanamandla,+11 USihon ukumkani wama-Amori,+UOgi ukumkani waseBhashan,+Nazo zonke izizwe zakwaKanan. 12 Walohlutha ilizwe labo,Walinika uSirayeli abantu bakhe, laba lilifa labo.+
33 Ngoko uMoses wanika oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen+ nehafu yesizwe sakwaManase+ unyana kaYosefu, umhlaba kaSihon+ ukumkani wama-Amori nomhlaba kaOgi+ ukumkani waseBhashan. Wabanika elo lizwe nezixeko zalo, nezixeko ezilijikelezileyo.
10 Waxabela iintlanga ezininzi,+Wabulala nookumkani abanamandla,+11 USihon ukumkani wama-Amori,+UOgi ukumkani waseBhashan,+Nazo zonke izizwe zakwaKanan. 12 Walohlutha ilizwe labo,Walinika uSirayeli abantu bakhe, laba lilifa labo.+