Numeri 18:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Awuzukuba nalo ilifa elizweni lamaSirayeli, yaye awuzukusikelwa mhlaba kulo.+ Elakho ilifa phakathi kwamaSirayeli ndim.+ Duteronomi 10:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Yiloo nto uLevi engenaso isabelo somhlaba okanye ilifa nabantakwabo. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko uYehova uThixo wenu watshoyo kuye.+ Duteronomi 12:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Nimele nivuye phambi koYehova uThixo wenu,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu nabaLevi abahlala ezixekweni zenu kuba abanasabelo okanye lifa kunye nani.+
20 UYehova waqhubeka wathi kuAron: “Awuzukuba nalo ilifa elizweni lamaSirayeli, yaye awuzukusikelwa mhlaba kulo.+ Elakho ilifa phakathi kwamaSirayeli ndim.+
9 Yiloo nto uLevi engenaso isabelo somhlaba okanye ilifa nabantakwabo. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko uYehova uThixo wenu watshoyo kuye.+
12 Nimele nivuye phambi koYehova uThixo wenu,+ nina noonyana benu, iintombi zenu, amakhoboka enu, amakhobokazana enu nabaLevi abahlala ezixekweni zenu kuba abanasabelo okanye lifa kunye nani.+