Numeri 34:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Ngoko uMoses wayalela amaSirayeli wathi: “Nalo ke ilizwe eniza kwahlulelana ngalo ngamaqashiso,+ kanye njengokuba uYehova eyalele ukuba linikwe izizwe ezisithoba ezinehafu.
13 Ngoko uMoses wayalela amaSirayeli wathi: “Nalo ke ilizwe eniza kwahlulelana ngalo ngamaqashiso,+ kanye njengokuba uYehova eyalele ukuba linikwe izizwe ezisithoba ezinehafu.