-
Genesis 48:19, 20IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 Kodwa utata wakhe wala, wathi: “Ndiyazi nyana wam, ndiyazi. Naye uza kuba sisizwana ibe naye uza kuba mkhulu. Kodwa ke umninawa wakhe uza kuba mkhulu kunaye,+ kwaye inzala* yakhe iza kuba ziintlanga ezininzi.”+ 20 Ngoko wabasikelela ngaloo mini+ esithi:
“AmaSirayeli makakukhankanye xa evakalisa intsikelelo esithi,
‘Kwanga uThixo angakwenza ube njengoEfrayim nanjengoManase.’ ”
Ngaloo ndlela wayesoloko eqala ngoEfrayim kunoManase.
-