2 Emva koko uYoshuwa unyana kaNun wathuma ngokufihlakeleyo amadoda amabini asuka eShitim+ ukuba ayokuhlola ilizwe. Wathi kuwo: “Hambani niyokuhlola ilizwe ngokukodwa iYeriko.” Ahamba ke ayokufika endlini kaRahabhi,+ umfazi othengisa ngomzimba, aza ahlala khona.