Eksodus 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UThixo wathi kuye: “Ndiza kuba nawe,+ yaye nantsi indlela oza kwazi ngayo ukuba uthunywe ndim: Emva kokuba ubakhuphile abantu eYiputa, niza kumkhonza* kule ntaba+ uThixo wokwenene.” Eksodus 14:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 AmaSirayeli awabona amandla* amakhulu kaYehova awawabonakalisa kumaYiputa, yaye abantu bamoyika uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+
12 UThixo wathi kuye: “Ndiza kuba nawe,+ yaye nantsi indlela oza kwazi ngayo ukuba uthunywe ndim: Emva kokuba ubakhuphile abantu eYiputa, niza kumkhonza* kule ntaba+ uThixo wokwenene.”
31 AmaSirayeli awabona amandla* amakhulu kaYehova awawabonakalisa kumaYiputa, yaye abantu bamoyika uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+