Yoshuwa 15:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Lo mda wawunyuka uye kwiNtlambo Yonyana KaHinom+ kwithambeka lesixeko samaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem.+ Wawunyuka uyokutsho phezu kwentaba ejongene neNtlambo YaseHinom ngasentshona, engasekupheleni kweNtlambo* YamaRefa ngasentla. Yoshuwa 15:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Umda ongasentshona wawuluLwandle Olukhulu*+ nonxweme lwalo. Lowo ke yayingumda wawo onke amacala omhlaba enzala kaYuda ngokweentsapho zakhe. Yeremiya 7:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Baye bakha iindawo eziphakamileyo zaseTofete, eseNtlanjeni Yonyana KaHinom,*+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo endingabayalelanga ukuba bayenze nengathanga qatha entliziyweni yam.’*+ Yeremiya 19:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 uphume uye eNtlanjeni Yonyana KaHinom,+ engaseGeyithini Yeengceba Zeengqayi. Apho uze uthethe amazwi endiwathetha kuwe. Mateyu 5:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Kodwa mna ndithi kuni, wonke umntu oqhubeka equmbele+ umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala; nabani na othuka umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwiNkundla Ephakamileyo; kodwa yena othi, ‘Sidengendini esingento yanto!’ ufanelwe ngumlilo weGehena.*+
8 Lo mda wawunyuka uye kwiNtlambo Yonyana KaHinom+ kwithambeka lesixeko samaYebhusi+ ngasemzantsi, oko kukuthi, eYerusalem.+ Wawunyuka uyokutsho phezu kwentaba ejongene neNtlambo YaseHinom ngasentshona, engasekupheleni kweNtlambo* YamaRefa ngasentla.
12 Umda ongasentshona wawuluLwandle Olukhulu*+ nonxweme lwalo. Lowo ke yayingumda wawo onke amacala omhlaba enzala kaYuda ngokweentsapho zakhe.
31 Baye bakha iindawo eziphakamileyo zaseTofete, eseNtlanjeni Yonyana KaHinom,*+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo endingabayalelanga ukuba bayenze nengathanga qatha entliziyweni yam.’*+
2 uphume uye eNtlanjeni Yonyana KaHinom,+ engaseGeyithini Yeengceba Zeengqayi. Apho uze uthethe amazwi endiwathetha kuwe.
22 Kodwa mna ndithi kuni, wonke umntu oqhubeka equmbele+ umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwinkundla yamatyala; nabani na othuka umzalwana wakhe uza kuphenduliswa kwiNkundla Ephakamileyo; kodwa yena othi, ‘Sidengendini esingento yanto!’ ufanelwe ngumlilo weGehena.*+