Yoshuwa 11:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngaphezu koko, uYoshuwa wajika wayokuthimba iHatsore waza waxabela nokumkani wayo ngekrele,+ kuba iHatsore yayikade iyintloko yazo zonke ezi zizwe. ABagwebi 4:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko uYehova wawanikela* kuYabhin ukumkani wakwaKanan,+ owayelawula eHatsore. Intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera, owayehlala kwiHarosheti yeentlanga.*+ 1 Samuweli 12:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa bona bamlibala uYehova uThixo wabo, waza yena wabathengisa+ esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye aba kumkani babahlasela.
10 Ngaphezu koko, uYoshuwa wajika wayokuthimba iHatsore waza waxabela nokumkani wayo ngekrele,+ kuba iHatsore yayikade iyintloko yazo zonke ezi zizwe.
2 Ngoko uYehova wawanikela* kuYabhin ukumkani wakwaKanan,+ owayelawula eHatsore. Intloko yomkhosi wakhe yayinguSisera, owayehlala kwiHarosheti yeentlanga.*+
9 Kodwa bona bamlibala uYehova uThixo wabo, waza yena wabathengisa+ esandleni sikaSisera+ intloko yomkhosi kaHatsore nasesandleni samaFilisti+ nasesandleni sikakumkani wakwaMowabhi,+ yaye aba kumkani babahlasela.