Eksodus 33:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ngoko uThixo wathi: “Ndim* oza kuhamba nawe,+ yaye ndiza kukuphumza.”+ Duteronomi 12:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Xa niyiwelile iYordan+ naza nahlala kwilizwe aninika lona uYehova uThixo wenu, nakanjani na uza kuniphumza kwiintshaba zenu ezinijikelezileyo, yaye niza kuhlala nikhuselekile.+ Yoshuwa 1:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Wukhumbuleni umyalelo kaMoses umkhonzi kaYehova awaninika wona,+ othi, ‘UYehova uThixo wenu uniphumzile, ibe uwunike nina lo mhlaba. Yoshuwa 11:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Ngoko uYoshuwa walithatha lonke elo lizwe, kanye njengokuba uYehova wayethembise uMoses,+ waza walinika amaSirayeli ukuba libe lilifa lawo, wawahlulela lona ngokwezizwe zawo.+ Emva koko zaphela iimfazwe kwelo lizwe.+ Yoshuwa 22:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngoku uYehova uThixo wenu uye wabaphumza abantakwenu njengoko wayebathembisile.+ Ningabuyela ke ezintenteni zenu kwilizwe uMoses umkhonzi kaYehova awaninika lona kwelinye icala* leYordan.+
10 Xa niyiwelile iYordan+ naza nahlala kwilizwe aninika lona uYehova uThixo wenu, nakanjani na uza kuniphumza kwiintshaba zenu ezinijikelezileyo, yaye niza kuhlala nikhuselekile.+
13 “Wukhumbuleni umyalelo kaMoses umkhonzi kaYehova awaninika wona,+ othi, ‘UYehova uThixo wenu uniphumzile, ibe uwunike nina lo mhlaba.
23 Ngoko uYoshuwa walithatha lonke elo lizwe, kanye njengokuba uYehova wayethembise uMoses,+ waza walinika amaSirayeli ukuba libe lilifa lawo, wawahlulela lona ngokwezizwe zawo.+ Emva koko zaphela iimfazwe kwelo lizwe.+
4 Ngoku uYehova uThixo wenu uye wabaphumza abantakwenu njengoko wayebathembisile.+ Ningabuyela ke ezintenteni zenu kwilizwe uMoses umkhonzi kaYehova awaninika lona kwelinye icala* leYordan.+