Duteronomi 28:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “UYehova uza kuzenza zoyiswe phambi kwenu iintshaba zenu ezinihlaselayo.+ Ziza kunihlasela zisuka kwicala elinye kodwa ziza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa zinibaleka.+
7 “UYehova uza kuzenza zoyiswe phambi kwenu iintshaba zenu ezinihlaselayo.+ Ziza kunihlasela zisuka kwicala elinye kodwa ziza kuthi saa kwiindlela ezisixhenxe xa zinibaleka.+