Genesis 50:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Ngoko uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+ Eksodus 13:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+ Hebhere 11:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Ngenxa yokholo, xa uYosefu wayesele eza kufa, wathetha ngokuphuma kwamaSirayeli eYiputa, yaye wakhupha imiyalelo ngento emayenziwe ngamathambo akhe.+
25 Ngoko uYosefu wabafungisa oonyana bakaSirayeli wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+
19 UMoses wahamba namathambo kaYosefu, kuba uYosefu wayebafungisile oonyana bakaSirayeli, wathi: “Ngokuqinisekileyo uThixo uza kuninceda. Nize nihambe namathambo am xa nihamba apha.”+
22 Ngenxa yokholo, xa uYosefu wayesele eza kufa, wathetha ngokuphuma kwamaSirayeli eYiputa, yaye wakhupha imiyalelo ngento emayenziwe ngamathambo akhe.+